1 Kasamweli 31:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ngengomso xa amaFilistiya aya kuphanga impahla yâbo babewe edabini, afika izidumbu zooSawule noonyana bakhe bobathathu ziqungquluze apho kuloo ntaba iGilibhowa.

1 Kasamweli 31

1 Kasamweli 31:1-13