1 Kasamweli 31:6 Ibhayibhile (XHO96)

Kwaba njalo ke ukufa kukaSawule, noonyana bakhe bobathathu, kunye naloo mfana owayemphathela izikhali. Kwawa onke amadoda omkhosi kaSawule ngaloo mhla.

1 Kasamweli 31

1 Kasamweli 31:3-13