1 Kasamweli 30:7 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wabiza unyana ka-Ahimeleki, uAbhiyatare umbingeleli, wathi kuye: “Khawuze *nesidanga eso, mfo ka-Ahimeleki.” Wasisa uAbhiyatare.

1 Kasamweli 30

1 Kasamweli 30:2-17