1 Kasamweli 30:29-31 Ibhayibhile (XHO96)

29. kunye naseRakeli. Wabela nomzi wakwaJerameli, namaKeni,

30. kwakunye nabantu baseHoma, eBhorashan, eAtaki,

31. nabaseHebron, nakuzo zonke iindawo apho wakha waxhwarha khona kunye namadoda akhe.

1 Kasamweli 30