1 Kasamweli 30:26 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi akufika eZikelage uDavide, wathatha isabelo kuloo maxhoba, wasithumela kumadoda amakhulu angoogxa bakhe kwaJuda, esithi: “Nantso inxaxheba esinabela yona kumaxhoba esiwathimbe kubachasi bakaNdikhoyo.”

1 Kasamweli 30

1 Kasamweli 30:17-31