1 Kasamweli 30:21 Ibhayibhile (XHO96)

Wesuka apho uDavide, wafika kulawa makhulu mabini amadoda awasala entlanjeni eBhesore ngenxa yokudinwa. Aphuthuma ukuhlangabeza uDavide namadoda akhe. Wawabulisa uDavide, wawabuza nempilo,

1 Kasamweli 30

1 Kasamweli 30:11-31