1 Kasamweli 3:15 Ibhayibhile (XHO96)

USamweli wangqengqa kwada kwasa. Uthe akuvuka, wavula iingcango zendlu yakwaNdikhoyo. Woyika ukubalisela uEli ngombono wakhe.

1 Kasamweli 3

1 Kasamweli 3:14-21