1 Kasamweli 3:13 Ibhayibhile (XHO96)

Phofu ke sendimxelele ukuba umzi wakowabo ndiza kuwohlwaya ngokupheleleyo ngenxa yesono asaziyo soonyana bakhe. Kaloku oonyana bakhe balinyelisa igama lam, waza yena akabakhalimela.

1 Kasamweli 3

1 Kasamweli 3:8-19