1 Kasamweli 29:2 Ibhayibhile (XHO96)

Zaphuma iikumkani zamaFilisitiya, zihamba namabutho azo angamakhulu-khulu namawaka-waka. Yena uDavide namadoda akhe babelandela ngasemva, behamba kunye nokumkani uAkishe.

1 Kasamweli 29

1 Kasamweli 29:1-8