1 Kasamweli 28:4 Ibhayibhile (XHO96)

Amabutho amaFilistiya aqokelelana, aya kumisa eShunem. Ke yena uSawule wawaqokelela amaSirayeli, umkhosi wawumisa entabeni iGilibhowa.

1 Kasamweli 28

1 Kasamweli 28:1-6