1 Kasamweli 28:25 Ibhayibhile (XHO96)

Oko kutya wakubeka ngaphambi kukaSawule kunye namaphakathi akhe, bakutya, baza banduluka kwangobo busuku.

1 Kasamweli 28

1 Kasamweli 28:18-25