1 Kasamweli 28:21 Ibhayibhile (XHO96)

Waya kuye loo mfazi, wafika uSawule efile kukoyika, waza wathi: “Mhlekazi, umkhonzazana wakho ukuthobele. Ubomi bam ndibubeke esichengeni ndenza ngokomyalelo wakho.

1 Kasamweli 28

1 Kasamweli 28:13-24