1 Kasamweli 27:5 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi uDavide kuAkishe: “Ukuba uyakholwa ndim, ndinike idolophana kwezisemaphandleni, ndihlale kuyo. Akukho nto ithi mandihlale apha komkhulu kunye nawe, mhlekazi.”

1 Kasamweli 27

1 Kasamweli 27:1-6