1 Kasamweli 27:12 Ibhayibhile (XHO96)

UAkishe wayemthembile uDavide kangangokude avakale esithi: “Selenuka kangaka nje kumawabo amaSirayeli, uza kuhlala apha, abuse kum bonke ubomi bakhe.”

1 Kasamweli 27

1 Kasamweli 27:7-12