1 Kasamweli 26:6 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko uDavide ubhekise kuAhimeleki umHeti, nakuAbhishayi umntakwabo-Jowabi (onina yayinguZeruya) wenjenje: “Ngubani phakathi kwenu ofuna ukuya nam kulaa kampu kaSawule?”“Ndim oza kuhamba nawe,” uvakele esitsho uAbhishayi.

1 Kasamweli 26

1 Kasamweli 26:4-11