1 Kasamweli 26:25 Ibhayibhile (XHO96)

USawule wathi kuDavide: “Wanga ungathamsanqeleka, nyana wam Davide. Uya kuya usomelela ngokomelela, ude ube ngotshatsheleyo.”Emva koko ke uDavide wahamba indlela yakhe, yena uSawule wagoduka.

1 Kasamweli 26

1 Kasamweli 26:20-25