1 Kasamweli 25:41 Ibhayibhile (XHO96)

Wathoba ubuso bakhe, wabujongisa emhlabeni uAbhigeli, wathi: “Ewe, mna ndisisicakazana sakhe; ndiyavuma ukumkhonza, ndihlambe nokuhlamba iinyawo zezicaka zakhe.”

1 Kasamweli 25

1 Kasamweli 25:39-43