1 Kasamweli 25:39 Ibhayibhile (XHO96)

Zathi zakufika kuDavide iindaba zokuba uNabhali akasekho, wavakala esithi: “Makabongwe uNdikhoyo ondilamleleyo kwimbambano yam noNabhali owandenzela ulunya. Mna sicaka sakhe uNdikhoyo wandinqanda ekwenzeni ububi, baza ubugwenxa bukaNabhali babuyekezelwa kwakuye.”Emva koko uDavide wathumelisa kuAbhigeli emcela ukuba abe ngumkakhe.

1 Kasamweli 25

1 Kasamweli 25:32-44