1 Kasamweli 25:3 Ibhayibhile (XHO96)

Igama laloo ndoda lalinguNabhali, lona elomkayo linguAbhigeli. Umfazi lowo wayehlakaniphile eyinzwakazi. Indoda yayingqwabalala, ingenambeko, yona ingumKalebhi.

1 Kasamweli 25

1 Kasamweli 25:1-11