1 Kasamweli 25:28 Ibhayibhile (XHO96)

Uze nam sicakazana sakho undixolele. UNdikhoyo uya kukwenzela umzi ozinzileyo, kuba uyamlwela, yaye ububi abuyi kufunyanwa kuwe imihla yakho yonke.

1 Kasamweli 25

1 Kasamweli 25:23-32