1 Kasamweli 25:20 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi esahamba ngaloo donki yakhe uAbhigeli, xa kanye agwejelayo endulini, wagagana noDavide kunye namadoda akhe, besiza ngakuye.

1 Kasamweli 25

1 Kasamweli 25:16-22