1 Kasamweli 25:17 Ibhayibhile (XHO96)

Khawuyicinge nawe loo nto, ukhangele ukuba wena ungenza ntoni na. Isenokuba yingozi kumhlekazi le nto, nkqu nakumzi wakhe wonke. Ayizonkani kumhlekazi; akeva mntu!”

1 Kasamweli 25

1 Kasamweli 25:16-20