1 Kasamweli 25:13 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wathi kumadoda akhe: “Xwayani nonke amakrele enu!” Bonke bawaxwaya, waza naye wenjenjalo. Wahamba namakhulu amane amadoda, kwasala amakhulu amabini elinde impahla.

1 Kasamweli 25

1 Kasamweli 25:4-22