1 Kasamweli 25:10 Ibhayibhile (XHO96)

Wavakala uNabhali esithi: “Loo Davide nithetha ngaye ngubani; engubani loo nyana kaJese? Ngathi kuthe saa elizweni zizicaka ezisabayo kwiinkosi zazo ndibonanje.

1 Kasamweli 25

1 Kasamweli 25:7-14