Wathi akubhubha uSamweli aqokelelana onke amaSirayeli, aza amzilela. Wangcwatyelwa kowabo eRama uSamweli.Emva koko uDavide wemka waya kuhlala kwintlango iParan.