1 Kasamweli 24:6 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi kumadoda akhe: “Makandithintele uNdikhoyo ekwenzeni into enje kwinkosi yam umthanjiswa kaNdikhoyo, nditsho le yokuba ndise isandla sam kuye, kuba kaloku ungumthanjiswa kaNdikhoyo!”

1 Kasamweli 24

1 Kasamweli 24:1-12