1 Kasamweli 24:15 Ibhayibhile (XHO96)

Hayi, makahlule uNdikhoyo, kucace ukuba ngubani owonileyo phakathi kwam nawe. Makayigqale imeko yam, andigwebele, ancede andihlangule kuwe!”

1 Kasamweli 24

1 Kasamweli 24:12-22