1 Kasamweli 23:7 Ibhayibhile (XHO96)

Zafika kuSawule iindaba zokuba uDavide waya eKehila. Wavakala esithi: “Unikelwe nguThixo kum uDavide lo. Uzikhonkxile ngokwakhe ngokuya kungena kwidolophu enamasango atshixwayo.”

1 Kasamweli 23

1 Kasamweli 23:3-13