1 Kasamweli 23:25 Ibhayibhile (XHO96)

USawule wanduluka ukuya kufuna uDavide. Kodwa yena uDavide wayixelelwa loo nto, wemka waya kuhlala kwingxondorha yenduli eyayikuloo ntlango iMawoni. Uthe akuyiva loo nto uSawule, waya kwintlango iMawoni, esekhondweni likaDavide.

1 Kasamweli 23

1 Kasamweli 23:18-29