1 Kasamweli 23:17 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi kuDavide uJonatan: “Musa ukoyika, Davide; ubawo uSawule akasoze abe nako ukusa isandla kuwe. Nguwe oza kuba ngukumkani kwaSirayeli; mna ndiza kuba sisandla sakho. Úyayazi naye loo nto ubawo uSawule.”

1 Kasamweli 23

1 Kasamweli 23:15-22