1 Kasamweli 22:9 Ibhayibhile (XHO96)

UDowegi owayengomnye waloo maphakathi ayengqonge uSawule, wangenelela wenjenje: “Ndambona uDavide eye eNobhi kuAhimeleki unyana ka-Ahitubhi.

1 Kasamweli 22

1 Kasamweli 22:1-10