1 Kasamweli 22:5 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko kwafika *umshumayeli uGadi kuDavide, wathi: “Musa ukuhlala kule nqaba. Buyela kwaJuda.” Wemka ke apho uDavide, waya kuhlala kwihlathi laseHerete.

1 Kasamweli 22

1 Kasamweli 22:1-7