1 Kasamweli 22:11 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko ukumkani uSawule wathumela ukuba kuye kubizwa uAhimeleki unyana ka-Ahitubhi nezalamane zakhe ezazingababingeleli eNobhi. Bonke ke beza kukumkani.

1 Kasamweli 22

1 Kasamweli 22:6-14