1 Kasamweli 21:8 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wabuza uAhimeleki wathi: “Akunamkhonto na okanye ikrele apha? Udaba lukakumkani lwalungxamisekile kangangokuba andizange ndifumane thuba lakuthatha sixhobo konke.”

1 Kasamweli 21

1 Kasamweli 21:7-10