1 Kasamweli 20:5 Ibhayibhile (XHO96)

Wenjenje ke ukuphendula uDavide: “Ngomso oku ngumsitho wokuthwasa kwenyanga, yaye ke kufuneka ndibekho esidlweni sikakumkani. Nceda undikhulule ndiye kuzimela endle kude kube ngokuhlwa kwangomsomnye.

1 Kasamweli 20

1 Kasamweli 20:1-13