1 Kasamweli 20:36 Ibhayibhile (XHO96)

wathi kuyo: “Baleka ulande iintolo zam ndakuzidubula.” Yabaleka ngaphambili loo nkwenkwe, uJonatan wadubula utolo lwaya kuwa ngaphaya kwayo.

1 Kasamweli 20

1 Kasamweli 20:35-40