1 Kasamweli 20:30 Ibhayibhile (XHO96)

Wavutha ngumsindo uSawule akuyiva le ntetho kaJonatan, wathi: “Yini le, gqubushandini lomvukeli! Uba andikuqondi ukuba ukhetha icala likaDavide unyana kaJese? Phofu uzihlaza wena kunye naloo nyoko wakuzalayo.

1 Kasamweli 20

1 Kasamweli 20:29-35