1 Kasamweli 20:21 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko ke ndothuma isicaka ukuba siye kuzikhangela. Xa ndithi kwisicaka: ‘Nazi iintolo nganeno kwakho, yiza nazo;’ uze uqonde ukuba akukho ngozi, uphume ubuye.

1 Kasamweli 20

1 Kasamweli 20:15-29