1 Kasamweli 20:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kanti ke ukuba uzimisele ukukwenzakalisa, ndize mna ndingakuxeleli khon' ukuze ubaleke, aze andohlwaye mna lo uNdikhoyo. UNdikhoyo makabe nawe kanye njengoko wayenobawo!

1 Kasamweli 20

1 Kasamweli 20:9-16