1 Kasamweli 2:29 Ibhayibhile (XHO96)

Kungani ke ukuba ninyelise amadini neminikelo emiselwe ndim endaweni yam? Kungani ukuba uxabise oonyana bakho ngaphezu kwam, suka nizingxale ngokuthatha ezona-zona ndawo ziphambili zeminikelo endiyenzelwa ngabantu bam amaSirayeli?’

1 Kasamweli 2

1 Kasamweli 2:19-36