1 Kasamweli 2:14 Ibhayibhile (XHO96)

Besihlaba ngayo epanini, nokuba kuseketileni, okanye esityeni sokupheka, kungenjalo embizeni nje, aze umbingeleli azithathele loo ndawo iphume nefolokhwe. Kwakuqhutywa ngolu hlobo kuwo onke amaSirayeli ayeye eShilo.

1 Kasamweli 2

1 Kasamweli 2:7-18