1 Kasamweli 2:10 Ibhayibhile (XHO96)

Bobhanga kuthi tu abachas' uNdikhoyo;wozongom' emazulwini barhwaqele.Nguye olawula namaphethel' ehlabathi.Uya kumambesa ngamandla ukumkani,luphakame uphondo lomthanjiswa wakhe.”

1 Kasamweli 2

1 Kasamweli 2:5-11