1 Kasamweli 19:20 Ibhayibhile (XHO96)

wathumela amadoda, efuna ukumbamba. Abona iqela labashumayeli lihamba lishumayela, likhokelwe nguSamweli. UMoya kaThixo wawafikela loo madoda awayethunywe nguSawule, nawo angenelela ahamba nabashumayeli.

1 Kasamweli 19

1 Kasamweli 19:17-23