1 Kasamweli 18:8 Ibhayibhile (XHO96)

USawule akazange ayithande loo nto, wacaphuka gqitha. Wavakala esithi: “UDavide bambalela amashumi ngamashumi amawaka, kodwa mna bandibalela amawaka ngamawaka nje. Selibubukumkani nje into angekabi nayo!”

1 Kasamweli 18

1 Kasamweli 18:7-14