1 Kasamweli 18:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ukubuya kukaDavide kunye nomkhosi emfazweni, emva kokuba wayebulele uGoliyati, baphuma bonke abafazi beedolophu zakwaSirayeli, beze kuhlangabeza ukumkani uSawule. Babesombela, bengqungqa, bebetha iintambula neekatala.

1 Kasamweli 18

1 Kasamweli 18:1-16