1 Kasamweli 18:4 Ibhayibhile (XHO96)

Wakhulula umnweba awayewambethe uJonatan, wawunika uDavide, kunye nesinxibo sakhe sobujoni, nekrele lakhe, nesaphetha, nebhanti yakhe.

1 Kasamweli 18

1 Kasamweli 18:3-10