1 Kasamweli 18:27 Ibhayibhile (XHO96)

waphuma namadoda omkhosi wakhe, wabulala amakhulu amabini amaFilistiya. Waya nezo nyama zazisikwe kuwo, wazinika ukumkani zonke, ukuze abe ngumkhwenyana kakumkani. Waza ke uSawule wendisela uMikali intombi yakhe kuDavide.

1 Kasamweli 18

1 Kasamweli 18:21-30