1 Kasamweli 17:8 Ibhayibhile (XHO96)

UGoliyati wema bhuxe, wakhwaza ebhekisa kwizintlu zamaSirayeli, wathi: “Wa, zicakandini zikaSawule, nenzani apho? Makuliwe! NdingumFilistiya mna; mayiphume ngapha ibe nye, sigagane.

1 Kasamweli 17

1 Kasamweli 17:1-17