1 Kasamweli 17:54 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide yena wathatha intloko kaGoliyati, waya nayo eJerusalem, zona izikrweqe zikaGoliyati wazigcina ententeni yakhe.

1 Kasamweli 17

1 Kasamweli 17:52-57