1 Kasamweli 17:49 Ibhayibhile (XHO96)

Wafaka isandla engxoweni yakhe, warhola ilitye lalinye, wajolisa ngenkwitshi kuGoliyati. Wamchana ebunzi, latsho latshona ilitye. Waya kuwa ngobuso emhlabeni uGoliyati.

1 Kasamweli 17

1 Kasamweli 17:47-57